Uyoshuwa 8:22 Ibhayibhile (XHO96)

AmaSirayeli awayethimbe isixeko afika aza kunceda edabini. Aba ke amadoda aseAyi angqingwe macal' onke ngamaSirayeli, abulawa onke. Akubangakho mntu usindayo, kungazange kuphuncule bani,

Uyoshuwa 8

Uyoshuwa 8:15-28