Uyoshuwa 8:21 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku wathi uYoshuwa neqela lakhe bakuqonda ukuba isixeko sithinjiwe liqela elalizimele, yaye sasisele silidangatye ngumlilo, bajika bawahlasela amadoda aseAyi.

Uyoshuwa 8

Uyoshuwa 8:20-26