Uyoshuwa 7:18 Ibhayibhile (XHO96)

kwaza kwalathwa umzi kaZabhedi. Eza ngaphambili amadoda aloo mzi, kwaza kwalathwa uAkana unyana kaKarmi umzukulwana kaZabhedi wakwaZera wesizwe sakwaJuda.

Uyoshuwa 7

Uyoshuwa 7:14-20