Uyoshuwa 7:17 Ibhayibhile (XHO96)

Seza ngaphambili isizwe sakwaJuda ngokwezindlu zaso, kwaza kwalathwa indlu kaZera. Kuloo ndlu kaZera kwathiwa imizi yayo mayize ngaphambili,

Uyoshuwa 7

Uyoshuwa 7:9-26