Uyoshuwa 24:27 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi ebantwini bonke: “Niyabona, eli litye loba lelobungqina, kuba liwevile onke amazwi uNdikhoyo awabhekise kuthi. Lilo ke eloba lingqina xa nimkhanyela uThixo wenu.”

Uyoshuwa 24

Uyoshuwa 24:22-30