Uyoshuwa 24:26 Ibhayibhile (XHO96)

Wayibhala yonke loo nto uYoshuwa encwadini yomthetho kaThixo. Waza emva koko wathatha ilitye elikhulu, walimisa phantsi komthi wom-oki ngakuloo ndawo wayenqulelwa kuyo uNdikhoyo.

Uyoshuwa 24

Uyoshuwa 24:21-33