Uyoshuwa 24:23 Ibhayibhile (XHO96)

“Yahlukanani ke nazo ezo zithixo zasemzini ninazo,” watsho uYoshuwa, “nize ke nizinikele ngomxhelo wonke kuNdikhoyo uThixo kaSirayeli.”

Uyoshuwa 24

Uyoshuwa 24:19-29