Uyoshuwa 24:22 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi ke uYoshuwa: “Ningamangqina enu ngokwenu ke ukuba nina nizikhethele ukukhonza uNdikhoyo.”“Ewe, singamangqina,” batsho abantu.

Uyoshuwa 24

Uyoshuwa 24:18-30