Uyoshuwa 20:8 Ibhayibhile (XHO96)

Kumphesheya-Jordan ongasempuma yeJeriko kwatyunjwa ezi zixeko: kwisizwe sakwaRubhen yaba yiBhezere ekumathafa asentlango, kwisizwe sakwaGadi yaba yiRamoti eseGiliyadi, yaza kwaManase yaba yiGolan eBhashan.

Uyoshuwa 20

Uyoshuwa 20:1-9