Uyoshuwa 20:7 Ibhayibhile (XHO96)

Kwatyunjwa iKedeshe eGalili kweleentaba lakwaNafetali, neShekem kweleentaba lakwaEfrayim, kunye neKiriyati-arba (yiHebron ke leyo) kweleentaba lakwaJuda.

Uyoshuwa 20

Uyoshuwa 20:6-9