38. iYiron, iMigdali-eli, iHorem, iBhete-anati, kunye neBhete-shemeshe. Yayilishumi linethoba lezixeko kunye neelali ezizingqongileyo.
39. Ezo zixeko kunye nezo lali zazikummandla owabelwa izindlu zesizwe sakwaNafetali zaba lilifa lazo.
40. Ngesesixhenxe isihlandlo *iqashiso laphumela isizwe sakwaDan ngokwezindlu zaso.
41. Ummandla waso wawuquka iZora, iEshtawoli, i-Ire-shemeshe,
42. kunye neShalabhim, iAyalon, i-Itela,
43. iElon, neTimnata, kunye ne-Ekron,