Uyoshuwa 18:28 Ibhayibhile (XHO96)

iZela, iHayelefe, nesixeko samaJebhusi (oko kukuthi iJerusalem), kwakunye neGibheya, neKiriyati-yarim. Yayilishumi elinesine lezo zixeko ezazingqongwe ziilali.Nguwo ke lowo umhlaba owabelwa izindlu zesizwe sakwaBhenjamin.

Uyoshuwa 18

Uyoshuwa 18:26-28