Uyoshuwa 19:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ukujika kwawo ngasempumalanga wawusinga ngaseBhete-dagoni, udlule kwaZebhulon nakwintili i-Ifeta-eli ukubheka ngasentla eBhete-emeki naseNeyeli. Wenjenjeya ukunyuka ucanda ngasekunene kweKabhuli,

Uyoshuwa 19

Uyoshuwa 19:19-37