Uyoshuwa 15:47-50 Ibhayibhile (XHO96)

47. Yayikwalapho iAshdode kunye neGaza kwanezixeko neelali zazo, zithe thande de kuye kuthi xhaxhe kwintlambo ekuthiwa yeyeJiputa nakunxweme lolwandle.

48. Izixeko zeleentaba yayiyiShamire, iYatire, iSoko,

49. neDana, iKiriyati-sana (okanye iDebhiri),

50. iAnabhi, iEshtemo, kunye neAnim,

Uyoshuwa 15