Uyoshuwa 15:47 Ibhayibhile (XHO96)

Yayikwalapho iAshdode kunye neGaza kwanezixeko neelali zazo, zithe thande de kuye kuthi xhaxhe kwintlambo ekuthiwa yeyeJiputa nakunxweme lolwandle.

Uyoshuwa 15

Uyoshuwa 15:37-41-50