Uyoshuwa 10:28 Ibhayibhile (XHO96)

Kwangaloo mini uYoshuwa wahlasela iMakeda, wayithimba kwakunye nekumkani valapho. Kwabulawa wonke ubani kweso sixeko, akwasala namnye. Kwikumkani yaseMakeda wenza kwalaa nto wayeyenze kukumkani waseJeriko.

Uyoshuwa 10

Uyoshuwa 10:22-30