Uyoshuwa 10:27 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi ngongcwalazi uYoshuwa wayalela ukuba zithulwe izidumbu zazo. Zaphoswa kwakuloo mqolomba bezizimele kuwo, kwavalwa ngamatye amakhulu apho. Aselapho unanamhla.

Uyoshuwa 10

Uyoshuwa 10:26-35