Uyohane 8:55 Ibhayibhile (XHO96)

Nangona nitshoyo, anizange namazi; kodwa mna ndiyamazi. Ukuba mna bendinokuthi andimazi, bendiya kuba ndilixoki njengani. Kodwa ndiyamazi, ndaye ndiyawagcina amazwi akhe.

Uyohane 8

Uyohane 8:49-59