Uyohane 8:54 Ibhayibhile (XHO96)

Waphendula uYesu wathi: “Ukuba bendiziwonga ngokwam, elo wonga ngelingento yanto; kodwa ke nguBawo ondiwongayo, lowo kanye nina nithi nguThixo wenu.

Uyohane 8

Uyohane 8:49-59