Unehemiya 9:28 Ibhayibhile (XHO96)

“Bathe ke bakuphumla,basuka baphindela ebubini.Suka ke wena wabalahla,wabanikela ezintshabeni zabo,zaza ke zona zabalawula.Baphindile ke bazibika kuwe,waza weva wena usezulwiniyaphindelela imfobe yakho,ubahlangula umhla nezolo.

Unehemiya 9

Unehemiya 9:21-37