Unehemiya 9:27 Ibhayibhile (XHO96)

Waza ke wena wabanikezela ezintshabeniezasuka zabaphatha kabuhlungu.Bathe bekuloo ngcinezelo ke,suka bahlahlamba bazibika kuwe.Ke wena weva usezulwini,waza ke ngaloo mfobe yakhowabathi jize ngabahlanguli,ke bona babakhulula ezintshabeni.

Unehemiya 9

Unehemiya 9:22-32