Unehemiya 9:25 Ibhayibhile (XHO96)

Bahlasela izixeko ezinqatyisiweyo,bayithatha imihlaba yendyebo.Ewe, bazithimba nezindlu ezazizele ngooni nooni,oomaqula selembiwe kade,oozidiliya noozinquma,ooziqhamo ngendlu yazo.Ewe, batya bathi mpu,batsho baba ngabondlekileyo,bexhamla ukulunga kwakho.

Unehemiya 9

Unehemiya 9:24-28