Unehemiya 9:24 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, oonyana babo bangena kulo, balithabatha laza lalelabo.Waboyisela amaKanana awayemi kwelo lizwe;wawanikela kubo amaKanana, ndawonye nezikumkani zawo,nezo ntlanga zaloo mhlaba, ukuze benz' unothanda kuzo.

Unehemiya 9

Unehemiya 9:16-27