Iminyaka yaba ngamashumi amane,wena ubalondolozile kuloo ntlango.Ewe, zange baswele lutho:izivatho zabo zange ziguge;azidumbanga neenyawo zabo.