Unehemiya 9:20 Ibhayibhile (XHO96)

“Wabathi jize ngoMoya wakho olungileyo,Moya lowo wabafundisayo ke.Akubavimbanga ukutya okuyimana;suka wabanika amanzi bakunxanwa.

Unehemiya 9

Unehemiya 9:14-21