Unehemiya 8:5 Ibhayibhile (XHO96)

UEzra wayivula ke incwadi leyo. Bonke ke abantu babembona, kuba wayemi ebavelele. Uthe ke akuyivula, bema ngeenyawo abantu.

Unehemiya 8

Unehemiya 8:2-7