Unehemiya 7:65 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ngoko umlawuli wamaJuda wathi kubo mabangatyi kwinyama eyodwa eyinxaxheba yababingeleli eminikelweni de kuvele umbingeleli owayenokuqonda intando kaThixo ngalo mba ngokusebenzisa *iiurim neethumim.

Unehemiya 7

Unehemiya 7:58-68