Unehemiya 7:64 Ibhayibhile (XHO96)

Aba bafunisisa ezincwadini zemilibo yokuzalwa, koko awulandekanga umlibo wokuzalwa kwabo. Ngenxa yoko abathatyathwanga njengabahlambulukileyo, baza abavunyelwa ukwenza umsebenzi wobubingeleli.

Unehemiya 7

Unehemiya 7:62-68