Unehemiya 5:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaphezu koko ke, ukusukela kunyaka wamashumi amabini kakumkani uAtashasta, ekumiselweni kwam ukuba ndibe ngumlawuli welakwaJuda, yada yangunyaka wakhe wamashumi mathathu anambini – ishumi elinambini leminyaka emva koko – mna ndawonye namawethu asizange sikutye ukutya okwakusisabelo somlawuli.

Unehemiya 5

Unehemiya 5:11-15