Unehemiya 3:7 Ibhayibhile (XHO96)

Kufuphi nabo kwakusebenza amadoda aseGibheyon naseMizpa, uMelatiya waseGibheyon noYadon waseMeronoti, ndawo ezo zaziphantsi komlawuli wakwelentshona ye-Efrati.

Unehemiya 3

Unehemiya 3:2-9