Unehemiya 3:6 Ibhayibhile (XHO96)

UJoyada unyana kaPaseya noMeshulam unyana kaBhesodiya balungisa iSango eliDala. Bayigxumeka imiqadi, bazifaka iingcango neziqhobosho nemivalo.

Unehemiya 3

Unehemiya 3:1-13