Unehemiya 3:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ngakuye ke kwakusebenza abaLevi abaphantsi koRehum unyana kaBhani, kwalandela uHashabhiya umlawuli wesiqingatha seKehila, emele isithili sakhe.

Unehemiya 3

Unehemiya 3:8-27