Unehemiya 3:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaphaya kwakhe yayinguNehemiya unyana ka-Azebhuki, umlawuli wesiqingatha seBhete-zure. Walungisa wada wajongana namangcwaba akwaDavide, wee xhaxhe ngequla elakhiweyo nendlu yabalindi.

Unehemiya 3

Unehemiya 3:6-25