Unehemiya 2:20 Ibhayibhile (XHO96)

Ndabaphendula ndathi: “UThixo wamazulu uza kusiphumelelisa. Thina zicaka zakhe siza kuqalisa ukwakha; kambe ke nina aninasabelo eJerusalem, ningenalo nalubango; nangokwasezimbalini aninalungelo kuyo.”

Unehemiya 2

Unehemiya 2:17-20