Unehemiya 13:2 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku ezi ntlanga zona zange ziwamkele ziwaphe kutya namanzi amaSirayeli, koko zasuka zawathengela uBhalam ukuba awashwabulele. Kambe ke uThixo wethu elo lishwa waliguqula walenza ithamsanqa.

Unehemiya 13

Unehemiya 13:1-10