Unehemiya 13:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaloo mini ke incwadi kaMosis yafundwa ngokuvakalayo, besiva nabantu, kwaza ke kwafumaneka kubhaliwe apho kuyo kwathiwa akukho m-Amon namMowabhi uya kuze angeniswe ebandleni likaThixo.

Unehemiya 13

Unehemiya 13:1-9