Unehemiya 11:22 Ibhayibhile (XHO96)

Inkokheli yabaLevi eJerusalem yayingu-Uzi unyana kaBhani, kaHashabhiya, kaMataniya, kaMika. U-Uzi lo wayengomnye kwinzala ka-Asafu eyayikwiimvumi zenkonzo yendlu kaThixo.

Unehemiya 11

Unehemiya 11:20-30