Umsebenzi Wabathunywa 8:40 Ibhayibhile (XHO96)

UFilipu wazifumana eseAshdode, waza wazihamba zonke ezo dolophu eshumayela iindaba ezimnandi, wada waya kufika eKhesariya.

Umsebenzi Wabathunywa 8

Umsebenzi Wabathunywa 8:33-40