Umsebenzi Wabathunywa 8:39 Ibhayibhile (XHO96)

Bakuphuma emanzini apho, uMoya weNkosi wamthatha wemka naye uFilipu. UmTopiya lowo akabanga sambona uFilipu, kodwa wayihamba indlela yakhe leyo ezele luvuyo.

Umsebenzi Wabathunywa 8

Umsebenzi Wabathunywa 8:38-40