Umsebenzi Wabathunywa 8:31 Ibhayibhile (XHO96)

Waphendula wathi: “Ndingathini ukuyilandela kungekho bani undichazelayo?” Watsho wacela uFilipu ukuba akhwele enqwelweni ahambe naye.

Umsebenzi Wabathunywa 8

Umsebenzi Wabathunywa 8:25-40