Umsebenzi Wabathunywa 8:30 Ibhayibhile (XHO96)

UFilipu wakhawuleza waya kuyo, waza wamva unondyebo lowo efunda encwadini yomshumayeli uIsaya, wambuza wathi: “Uyayilandela na le nto uyifundayo?”

Umsebenzi Wabathunywa 8

Umsebenzi Wabathunywa 8:22-33