Umsebenzi Wabathunywa 7:11 Ibhayibhile (XHO96)

Kwabakho indlala enkulu kulo lonke elaseJiputa nelaseKanana, ababi nakufumana nokutya oku ookhokho, ikati ilele eziko.

Umsebenzi Wabathunywa 7

Umsebenzi Wabathunywa 7:8-16