Umsebenzi Wabathunywa 7:10 Ibhayibhile (XHO96)

wamweza kuzo zonke iinkxwaleko awaba kuzo. Akusiwa phambi kokumkani waseJiputa, uThixo wamenza wathandeka uJosefu, wampha nobulumko. Ukumkani wammisela uJosefu wayirhuluneli yelaseJiputa nekomkhulu lakhe.

Umsebenzi Wabathunywa 7

Umsebenzi Wabathunywa 7:5-12