Umsebenzi Wabathunywa 5:4 Ibhayibhile (XHO96)

Umhlaba wakho ubungowakho phambi kokuba uwuthengise, nemali yawo ibiyeyakho emveni kokuba uwuthengisile. Kungani ke ukuba ufike kwisigqibo sokwenza into enje? Awuxokisanga mntu, uxokise uThixo.”

Umsebenzi Wabathunywa 5

Umsebenzi Wabathunywa 5:2-12