Umsebenzi Wabathunywa 5:3 Ibhayibhile (XHO96)

UPetros wabuza wathi: “Hananiya, kutheni ukuba umyeke uSathana alawule intliziyo yakho, akwenze uxokise uMoya oyiNgcwele ngokugcina inxalenye yemali oyifumeneyo ngomhlaba wakho?

Umsebenzi Wabathunywa 5

Umsebenzi Wabathunywa 5:1-12