Umsebenzi Wabathunywa 5:31 Ibhayibhile (XHO96)

UThixo wammisela ewongeni, wayiNkokheli noMsindisi wokunika amaSirayeli ithuba lokuguquka, aze axolelwe izono zawo.

Umsebenzi Wabathunywa 5

Umsebenzi Wabathunywa 5:25-34