Umsebenzi Wabathunywa 5:30 Ibhayibhile (XHO96)

UThixo woobawo bethu wamvusa uYesu ekufeni, ekubeni nina nambulalayo ngokumxhoma emnqamlezweni.

Umsebenzi Wabathunywa 5

Umsebenzi Wabathunywa 5:29-31