Umsebenzi Wabathunywa 4:14 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa babengenandlela yokuphikisana nabo, kuba indoda le yayiphilisiwe yayimi apho kunye noPetros noYohane.

Umsebenzi Wabathunywa 4

Umsebenzi Wabathunywa 4:7-18