Umsebenzi Wabathunywa 4:13 Ibhayibhile (XHO96)

Amalungu *eBhunga amangaliswa kukubona ukungafihlisi kukaPetros noYohane, eqonda ukuba bangabantu nje abaqhelekileyo abangenamfundo. Baphawula nokuba babengamahlakani kaYesu.

Umsebenzi Wabathunywa 4

Umsebenzi Wabathunywa 4:5-18