Umsebenzi Wabathunywa 3:25 Ibhayibhile (XHO96)

Nisisizukulwana sabashumayeli, ninenxaxheba kumnqophiso owenziwa nguThixo nooyihlo-mkhulu, xa wathi kuAbraham: ‘Ngesinqe sakho ndiya kubasikelela bonke abantu bomhlaba.’

Umsebenzi Wabathunywa 3

Umsebenzi Wabathunywa 3:23-26